Tuesday, 14 October 2014

Ukuyitshay' isaqhuma.

Ukuyitshay' isaqhuma.

Intsingiselo: ukuyenza ngoko nangoko. ukuyenza ngokukhawuleza.
Meaning: to do it swiftly, immediately, fast...

Ukunqik' ilitye elineembovane

Ukunqik' ilitye elineembovane

Intsingiselo: ukuziqalela ingxaki ngokuthi uyalungisa kanti uyonakalisa.
Meaning: thinking you are solving a problem only to make it worse.
English equivalent: to open a can of worms.

Ukugil' ibhekile.

Ukugil' ibhekile.

Intsingiselo: ukusweleka, ukufa komntu.
Meaning: to die.

English equivalent: to kick the bucket.

Ukutshay' inqawe

Ukutshay' inqawe

Inkungu nelanga

Inkungu nelanga

Intsingiselo: Xa abantu bebaninzi, isihlwele.
Meaning: A crowd, lots of people, multitudes of people.

Jonga: Umbo nomxesibe

Inkungu ilala kwiintaba ngeentaba

Inkungu ilala kwiintaba ngeentaba

Intsingiselo: Izimo ezibi ziyatshintsha-ntshintsha, namhlanje ndim ohlelwe yinto ngomso isenokuba nguwe. Eli qhalo lisetyenziswa ukuxwayisa umntu ukuba angahlekisi ngentlungu yomnye umntu.

Meaning: People's fortune change. This proverb is used to warn people that they should not make fun of other people's pain.

Umbo nomxesibe

Umbo nomxesibe

Intsingiselo: Xa abantu bebaninzi, isihlwele.
Meaning: A crowd, lots of people, multitudes of people.

Jonga: Inkungu nelanga

Induku ayinamzi.

Induku ayinamzi.

Intsingiselo:


Meanning:

Yehl’ inkawu emthini.

Yehl’ inkawu emthini.

OKANYE

Ukuhla kwenkawu emthini.

Intsingiselo:


Meanning:

Ukuba yigusha

Ukuba yigusha

OKANYE

Uyigusha

Intsingiselo:

Meanning:


Ukuba likhalane.

Ukuba likhalane.

 OKANYE

Ulikhalane.

Intsingiselo:

Meanning:


keywords: -nquma, inqatha

Lanqumil’ inqatha.


Intsingiselo:

Meanning:


Keywords: -lala, -gusha, -cheba

Lala gusha ndik'chebe

Intsingiselo:


Meanning:

Keywords: -phuma, -gusha

Ukuphuma egusheni

Intsingiselo:


Meanning:

Keywords: -buya, -mbande, -sikhova

Ukubuya nembande yesikhova

Intsingiselo: ukungafumani nto.


Meanning: getting nothing.

Umdudo woononkala.

Umdudo woononkala.

Intsingiselo:


Meanning:

Ukuchana ucwethe.

Ukuchana ucwethe.

Intsingiselo:


Meanning:

Inkomo edla yodwa.

Inkomo edla yodwa.

Intsingiselo:


Meanning:

Iphela lingene emasini.

Iphela lingene emasini.

Intsingiselo:


Meanning:

Ukuzityanda igila.

Ukuzityanda igila.

Intsingiselo:


Meanning:

Inkqayi ingena ngeentlontlo.

Inkqayi ingena ngeentlontlo.

Intsingiselo:


Meanning:

Izulu limathumb’ antaka

Izulu limathumb’ antaka

Intsingiselo:


Meanning:

Akukho mpukane inqakulela enye.

Akukho mpukane inqakulela enye.

Intsingiselo:


Meanning:

Intaka evuka mva ikholwa zizagweba.

Intaka evuka mva ikholwa zizagweba.

Intsingiselo:


Meanning:

Akukho nkanga idubul’ ingethi.

Akukho nkanga idubul’ ingethi.

Keywords: isala-kutyelwa, -bona, -lophu

Isala-kutyelwa sibona ngolophu

Keywords: -lahla, imbo, -phoyiyana.

Ukulahl’ imbo ngophoyiyana.

Keywords: indlu, -gagu, -netha

Indlu yegagu iyanetha.

Keywords: -gwala, -hleka, -kroti, -lila.

KuloGwala kuyahlekwa, kuloKroti kuyalilwa.

Keywords: -lahla, -mbeleko, -fa.

Akulahlwa mbeleko ngakufelwa.

Keywords: usana, -khala, -fa, -mbeleko

Usana olungakhaliyo lufel’ embelekweni.

keywords: isiziba, -va, -dondolo

Isiziba siviwa ngodondolo

keywords: umzingisi, -shwa

Umzingisi akanashwa

Keywords: iqaqa, -va, -nuka

Iqaqa aliziva kunuka.

Keywords: induku, -gwanishe

Induku yogwanishe

Keywords: umtya, -thunga

Umtya nethunga

Keywords: -nkwali, -phanda, -thole

Ukukho nkwali iphandeni enye, eyenjenjalo yenethole.

Keywords: indlovu, -mboko

Indlovu ayisindwa ngumboko wayo.

Keywords: -fika imbila, -thutha

Ukufika iimbila zithutha.

Keywords: ikati, -lala, -ziko

Ikati ilele eziko.

Keywords: imbila, -swela, umsila, -yaleza

Imbila yaswela umsila ngenxa yok' yalezela.

Keywords: -lima, -tye

Mazilime ziy' etyeni.

Keywords: inyathi, -phambili

Inyathi ibuzwa kwabaphambili.

Keywords: igugu, umbombo

Igugu lingaba likhulu umbombo uyaqhosha.