Tuesday, 14 October 2014

Ukuyitshay' isaqhuma.

Ukuyitshay' isaqhuma.

Intsingiselo: ukuyenza ngoko nangoko. ukuyenza ngokukhawuleza.
Meaning: to do it swiftly, immediately, fast...

Ukunqik' ilitye elineembovane

Ukunqik' ilitye elineembovane

Intsingiselo: ukuziqalela ingxaki ngokuthi uyalungisa kanti uyonakalisa.
Meaning: thinking you are solving a problem only to make it worse.
English equivalent: to open a can of worms.

Ukugil' ibhekile.

Ukugil' ibhekile.

Intsingiselo: ukusweleka, ukufa komntu.
Meaning: to die.

English equivalent: to kick the bucket.

Ukutshay' inqawe

Ukutshay' inqawe

Inkungu nelanga

Inkungu nelanga

Intsingiselo: Xa abantu bebaninzi, isihlwele.
Meaning: A crowd, lots of people, multitudes of people.

Jonga: Umbo nomxesibe

Inkungu ilala kwiintaba ngeentaba

Inkungu ilala kwiintaba ngeentaba

Intsingiselo: Izimo ezibi ziyatshintsha-ntshintsha, namhlanje ndim ohlelwe yinto ngomso isenokuba nguwe. Eli qhalo lisetyenziswa ukuxwayisa umntu ukuba angahlekisi ngentlungu yomnye umntu.

Meaning: People's fortune change. This proverb is used to warn people that they should not make fun of other people's pain.

Umbo nomxesibe

Umbo nomxesibe

Intsingiselo: Xa abantu bebaninzi, isihlwele.
Meaning: A crowd, lots of people, multitudes of people.

Jonga: Inkungu nelanga